Ncunyiswa Cynthia   Nosajini  Majola  obituary

Ncunyiswa Cynthia Nosajini Majola Obituary

Johannesburg South, Gauteng, South Africa

December 23, 1968 - January 07, 2024

Share Obituary:
2
6
926 Views
Ncunyiswa Cynthia   Nosajini  Majola  obituary

Ncunyiswa Cynthia Nosajini Majola Obituary

Dec 23, 1968 - Jan 07, 2024

This obituary is administered by:

Mna ncunyiswa Cynthia nosajini majola ndizalelwa kwisithili saseNtlonkwe kwidolophi I Potch ndizalwe gomhla ka 1968/12/23 ndizalwa yintombi yasemazangweni uNomathemba mluma osele eladulele eli.Ndinguntwana wesithathu Kuba ntwana abathandathu

Ekuhambeni ke ngonyaka ka 1988 ndazimanya ngenqina lomtshato nomfo wakwamajola ogu david apho sibabalwe ngabantwana abathathu

Ngonyaka ka2023 kwinyanga ka October ndasunywa kukugula ndigule ndihamba kufikela uthixo athi kwanele ngoku labizwa igama lam gomhla we 01/072024 nam ke davumela intando kathixo

Ndishiya emva ulingani wam esavumelana naye ukuba sohlulwa kukufa abantwana bam abathathu oodade wethu izihlobo nezalamane

Ndiyekeni ke ndiphule ndilala goxolo ndigumazangwa,khwalo,mlanjana,ncuthu,sohobese.

You can to the family or in memory of Ncunyiswa Cynthia Majola .
Share Obituary:
2
6
926 Views

Guestbook

Loading...

Consider Viewing

Search for similar obituaries in: Johannesburg South, Gauteng, South Africa
obituary photo for Evelyn

Evelyn Mita Xaba

Mar 08, 1987 - Oct 18, 2025
Johannesburg, Gauteng
South Africa
obituary photo for Calvin

Calvin Junior Mputle

Feb 13, 2022 - Jul 29, 2025
Lenasia Ext 5, Gauteng
South Africa
obituary photo for Calvin

Calvin Junior Mputle

Feb 13, 2022 - Jul 29, 2025
Lenasia Ext 5, Gauteng
South Africa
obituary photo for Nicola

Nicola Peacock

Aug 28, 1963 - Jun 10, 2025
Johannesburg, Gauteng
South Africa