In Loving Memory

Date of BirthJanuary 03, 1983

Mawethu Mpinda Obituary

Date of BirthJanuary 03, 1983

613 Views

Date of PassingJuly 10, 2018

Mawethu Mpinda Obituary

from Eastern Cape, ,

Date of BirthJanuary 03, 1983

Mawethu Mpinda Obituary

Date of BirthJanuary 03, 1983

613 Views

Date of PassingJuly 10, 2018

Mawethu Mpinda Obituary

from Eastern Cape, ,


In Loving Memory

uMawethu Mpinda wazalwa nge 01 March 1983, ezalwa ngunoZolile Mpinda notata wakhe ongasekhoyo uDiliza Douglas Mpinda, ezalelwa eCala. Ushiya ngasemva uSisi wakhe nooBhuti bakhe, abantwana ababini uLathitha noKhayone, Uye wafunda amabanga akhe asezantsi eMzamo Primary School waze aphezulu wawafunda Eluxolweni High School. Uye wayoxelenga inyama eKFC waphuma apho wayosebenza kwaStallion Company umzi we Security. Kulapho aye wagula wagoduka ngenxa yempilo, kulapho asutwe khona wabe uyasishiya ngomhla we 7 October 2018

 

Mc:

Ufundo Lwe obituary: Lulama Mhloli
Isithethi sekhaya:
Isithethi Sakulomamakhe:
Isithethi Sokuhlala saseKapa:
Isithethi Sokuhlala eKhaya:
Isithethi Sokukhula:

Xelela abantu ketheni ndileli kulendawo:
Mrs Asakhe Ngqukuvana

Isithethi Sombutho:
Siphakamise Ikomkhulu: Mfundisi Dlisa izimvu zakho:
Isithethi sokubulela: mkululeko Mpinda

Umgcelele Ukuya Emangwabeni

This obituary is administered by:
~ Siyanda Kashe ~

Search for similar obituaries in: